NOTICE: CHEQUE PAYMENTS NO LONGER ACCEPTED WITH EFFECT FROM 1 JULY 2019
Council has approved the change in payment methods on 31 May 2019, whereby the municipality will no longer accept cheques as a method of payment.
This decision was taken in conjunction with First National Bank’s (FNB) payment options which are more cost effective, convenient and safer for Drakenstein and its clients.
KENNISGEWING: TJEKBETALINGS NIE MEER AANVAARBAAR MET EFFEK VANAF 1 JULIE 2019
Die Raad het die verandering in betaalmetodes goedgekeur op 31 Mei 2019, waarvolgens die munisipaliteit nie meer tjeks as betaalmetode sal aanvaar nie.
Hierdie besluit is geneem in samewerking met Eerste Nasionale Bank (ENB) se betaalopsies wat meer koste-effektief, gerieflik en veiliger vir Drakenstein en sy kliënte sal wees.
ISAZISO: UKUSUSELA NGOMHLA WE 1 JULY 2019 EZISAYI KWAMKELEKA INTLAWULO ZETSHEKI
IBhunga liqinisekisile utshintsho kwiindlela zokuhlawula ngomhla we 31 kuMeyi 2019, apho umasipala angasayi kuba samkela iitsheki njengendlela yokuhlawula.
Esi sigqibo sisekelwe ngokubambisana neendlela zokuhlawula ze-First National Bank (FNB), ezifanelekileyo kwaye zikhuselekileyo.